Toggle Menu

Intliziyo by Nathi Lyrics

kukh’indawo, intnliziyo
wayenz’u uThixo yafihlakala
(repeat)

(pre)
Angek’uzazi iingcinga zomntu
Neendlela zakhe zaziwa nguye
Angek’uzazi iingcinga zomntu
Neendlela zakhe ahamba ngazo

()
kanti zisetshe wena, ngokwako
uhamba kanjani
(repeat)

undihlambe intliziyo
ndingekalali kobu buthongo
undihlambe ezonweni
ndigekalali kobu buthongo

(pre -)
ingakwenz uzibuz’
imibuzo engaphendulekiyo
ingakwenza ungalal’ ebusuku
ingakufaka ezintweni intliziyo yakho x2

lent’ uyenzayo
(kanti zisetshe wena, ngokwakho)
noba wenzani, uzenzela wena
(repeat)

kukh’ indawo intliziyo
wayenz’ uThixo yafihlakala

(repeat)

Download

See more mp3 by Nathi
web site hit counter